English Xhosa
Cannot solve all conflicts. <a href="%s">Manual intervention is required.</a> Ayikwazi kusombulula zonke iimpixano. Ukuphazamisa ngesandla kuyafuneka.
Cannot read the current RPM Database. Ayikwazi kufunda Isiseko senkcukacha sangoku se-RPM
The architecture of the system installed in the selected partition
is different from the one of this product.
Inzululwazi ngokwakha yesixokelelwano esihlohliweyo kwisahlulelo esikhethiwe
sinomahluko kuneso sale mveliso.
The partition %1 could not be mounted.

%2

If you are sure that the partition is not necessary for the
update (not a system partition), click Continue.
To check or fix the mount options, click Specify Mount Options.
To abort the update, click Cancel.
Isahlulelo %1 asinakugxunyekwa.

%2

Ukuba uqinisekile ukuba isahlulelo asiyomfuneko
ngohlaziyo (ayisiso nasiphi na isahlulelo sesixokelelwano), nqomfa u Qhubeka.
Ukukhangela okanye ukulungisa izikhethwa zokugxumeka, nqomfa u Balula Izikhethwa Zokugxumeka.
Ukulahla uhlaziyo, nqomfa u Hlaba.
The root partition in /etc/fstab has an invalid root device.
It is currently mounted as %{root} but listed as %{tmp}.
Isahlulelo sengcambu kwi /etc/fstab inesixhobo sengcambu esingasebenzi.
Release file %{file} not found Ifayili yokulawula %1 ayikhange ifunyanwe.
Cannot select these packages required for installation:
%{packages}
Kusilele ukukhetha imibekelelo ye-%1 ukwenzela ukuhlohla.