English Xhosa
Cannot solve all conflicts. <a href="%s">Manual intervention is required.</a> Ayikwazi kusombulula zonke iimpixano. Ukuphazamisa ngesandla kuyafuneka.
Cannot read the current RPM Database. Ayikwazi kufunda Isiseko senkcukacha sangoku se-RPM
The architecture of the system installed in the selected partition
is different from the one of this product.
Inzululwazi ngokwakha yesixokelelwano esihlohliweyo kwisahlulelo esikhethiwe
sinomahluko kuneso sale mveliso.
&Yes, Continue &Uyaqhuba?
The file system check of device %1 has failed.

Do you want to continue mounting the device?
Ukukhangelwa kwesixhobo sesixokelelwano sefayili %1 kusilele.

Ingaba ungathanda ukuqhubeka nokugxumeka isixhobo?
&Skip Mounting &Tsiba Ubumbeko
The partition %1 could not be mounted.

%2

If you are sure that the partition is not necessary for the
update (not a system partition), click Continue.
To check or fix the mount options, click Specify Mount Options.
To abort the update, click Cancel.
Isahlulelo %1 asinakugxunyekwa.

%2

Ukuba uqinisekile ukuba isahlulelo asiyomfuneko
ngohlaziyo (ayisiso nasiphi na isahlulelo sesixokelelwano), nqomfa u Qhubeka.
Ukukhangela okanye ukulungisa izikhethwa zokugxumeka, nqomfa u Balula Izikhethwa Zokugxumeka.
Ukulahla uhlaziyo, nqomfa u Hlaba.
The /var partition %{device} could not be mounted.

%{error}
Isahlulelo/var %1 asinakugxunyekwa.
Unable to find the /var partition automatically Ayikwazi kugxumeka /var isahlulelo ngolu bumbeko lwediski.
The root partition in /etc/fstab has an invalid root device.
It is currently mounted as %{root} but listed as %{tmp}.
Isahlulelo sengcambu kwi /etc/fstab inesixhobo sengcambu esingasebenzi.
Release file %{file} not found Ifayili yokulawula %1 ayikhange ifunyanwe.
Cannot select these packages required for installation:
%{packages}
Kusilele ukukhetha imibekelelo ye-%1 ukwenzela ukuhlohla.